Manualios.com

ottimo P70B17L-T8 Instruction Manual

ottimo P70B17L-T8 Manual Online:

4.2, 1895 votes
ottimo P70B17L-T8 User Manual
ottimo P70B17L-T8 User Guide
ottimo P70B17L-T8 Online Manual

Text of ottimo P70B17L-T8 User Guide:

  • ottimo P70B17L-T8, ISIZULU UKUSEBENZISA Ukusetha okokulawula ukupheka: 1. Beka ukudla kuhhavini bese uvala isivalo. 2. Phendula iswishi yamandla ukhethe izinga lamandla. 3. Phendula iswishi yokubeka isikhathi sokupheka QAPHELA: Uma okokubeka isikhathi sekubekiwe, uhhavini uzoqala ukupheka. Uma ukhetha isikhathi esingaphansi kwemizuzu emi-2, phendula okokubeka isikhathi kudlule emizuzwini emi-2 bese uyakuphendula kubuye kuze esikhathini esifanele. ISEXWAYISO: NJALO PHENDULA ISWISHI YOKOKUBEKA ISIKHATHI IBUYELE KUZIRO uma ukudla sekususiwe kuhhavini sibe singakapheli isikhathi ebesibekiwe noma uma uh

  • ottimo P70B17L-T8, 8 ENGLISH WARRANTY PLEASE AFFIX YOUR RECEIPT/PROOF OF PURCHASE HERE. IN THE EVENT OF A CLAIM UNDER THIS WARRANTY THE AFORESAID RECEIPT/PROOF OF PURCHASE MUST BE PRODUCED TOGETHER WITH THIS WARRANTY Model number (Lot number : ) Product name Date of purchase Place of purchase 1. The party selling the product (“the seller”) to the original purchaser of this product (“the customer”) hereby warrants that this product will be of good quality, in good working order, free of defects and suitable for its intended purpose under normal household use, for a period of 1 (one) year from

  • ottimo P70B17L-T8, ISIZULU IMIYALELO YOKUPHEPHA EBALULEKILE Njalo landela imiyalelo eyisisekelo uma usebenzisa izinto zikagesi: ISEXWAYISO: Ukuze kunciphe ubungcuphe bokusha, ukushaywa ugesi, umlilo, ukulimala kwabantu noma ukuthi imakhroweyivu ibe namandla ngokweqile: 1. Funda yonke imiyalelo ngaphambi kokuyisebenzisa. 2. Sebenzisa lokhu ngokuhloselwe khona kuphela futhi uyisebenzise ngendlela okuchazwe ngayo ebhukwini. Ungasebenzisi amakhemikhali onakalisayo noma okuyisisi. Lolu hlobo lukahhavini lwakhelwe ngokukhethekile ukushisisa, ukupheka, noma ukomisa ukudla. Ayakhelwe uku

  • ottimo P70B17L-T8, ISIXHOSA IMITHETHO-SISEKO YOKUPHEKA NGEMAYIKHROWEYIVU 1. Lungelelanisa ukutya ngenkathalo. Beka iindawo ezityebileyo ngakumphandle wesitya. 2. Lijonge ixesha lokupheka. Pheka elona xesha lifutshane libonisiweyo uze ulongeze njengoko lidingeka. Ukutya okuphekwe mandundu ngokugqisileyo kungaqhuma okanye kulumeke umlilo. 3. Kogqume ukutya ngelixa ukuphekayo. Izogqumi zithintela ukutshiza kwaye kunceda ukutya kuphekeke ngokulinganayo. 4. Kuguqule ukutya kube kanye ngexesha lokupheka ngemayikhroweyivu ukwandisa isantya sokupheka ukutya okunjalo njengenyama yenkukhu nee-hamburger. Izinto ezinkulu njengezosiwayo kufuneka zi

  • ottimo P70B17L-T8, ISIZULU ISINGENISO IZEXWAYISO ZOKUGWEMA UKUTHI KUBE NAMANDLA AMANINGI NGOKWEQILE KUMAKHROWEYIVU 1. Ungazami ukusebenzisa lohhavini isivalo sivuliwe ngoba ukuwusebenzisa isivalo sivuliwe kungabangela ukulimala okungadalwa amandla emakhroweyivu. Kubalulekile ukuthi ungahluli noma uxebule izinto zokuphepha ezingaphakathi. 2. Ungabeki lutho phakathi kukahhavini nesivalo noma uyeke kube nokungcola noma kungcolise isinto zokuhlanza phezu kwawo. 3. Ungawuvuli uhhavini uma

  • ottimo P70B17L-T8, ISIXHOSA UMSEBENZI Ukuseta inkqubo yokupheka: 1. Beka ukutya kwioveni uze uvale ucango. 2. Jika iSikhethi soMbane ukhetha inqanaba lombane. 3. Sebenzisa iqhosha leXesha ukukhetha ixesha lokupheka QAPHELA: Kwakamsinyane lakuba lijikiwe ixesha, ioveni iqalisa ukupheka. Xa ukhetha ixesha elingaphantsi kwemizuzu emi-2, jika ixesha lidlule imizuzu emi-2 uze ubuyisele ixesha elichanekileyo. ISILUMKISO: SOLOKO ULIBUYISELA KWISIKHUNDLA ESISEMVA KUZIRO IXESHA ukuba ukutya kukhutshiwe kwioveni phambi kok

  • ottimo P70B17L-T8, 6 ENGLISH CONTROL PANEL The control panel consists of two function switches: the timer switch and the power switch. Power/Action switch You use this switch to choose power strength before you start a cooking session. Timer switch With this switch you select your desired cooking time of up to 30 minutes per cooking session. Microwave cooking There are six power levels to choose from. These include the following: Power output Description 1 100% HIGH 2 85% M.HIGH 3 66% MED 4 48% M.LOW 5 40% DEFROST 6 17% LOW

  • ottimo P70B17L-T8, 7 ENGLISH OPERATION To set a cooking program: 1. Place food in oven and close the door. 2. Turn power switch to select a power level. 3. Turn timer switch to set a cooking time NOTE: As soon as the timer is set, the oven will start cooking. When selecting a time of less than 2 minutes, turn timer past 2 minutes and then turn it back to the correct time. CAUTION: ALWAYS TURN TIMER SWITCH BACK TO THE ZERO POSITION if food is removed from oven before the set cooking time has run its course or when oven is not in use. To stop oven during cooking process, push the door release button or

  • ottimo P70B17L-T8, ISIZULU ISIQONDISO SEZINTO ZOKUPHEKA 1. Izinto ezifanele ukusetshenziswa kumakhroweyivu ezibonakalisa ngaphakathi, zenza ukuthi amandla adlule esiqukathini bese eshisisa ukudla. 2. Imakhroweyivu ayikudlulisi ukushisa entweni kathayela, ngakho-ke izinto zokupheka zikathayela noma izindishi ezinothayela akumele zisetshenziswe. 3. Ungayisebenzisi imikhiqizo yamaphepha ake asebenza uma upheka kumakhroweyivu, ngoba kungenzeka ukuthi abe nezinto eziwuthayela ezincane ezingadala izinhlansi kanye/noma umlilo. 4. Kunconywa ukuthi usebenzise izitsha eziyizindilinga kuneziyizikwele ngoba ukudla okusemakhoneni kuvamise uk

  • ottimo P70B17L-T8, ISIZULU IMIGOMO YOKUPHEKA KUMAKHROWEYIVU 1. Kuhlele kahle ukudla. Beka okuqinile ezindaweni ezingaphandle zendishi. 2. Bheka isikhathi sokupheka. Pheka isikhathi esincane kunesibekiwe bese ulokhu wongeza ngokwesidingo. Ukudla okuphekwe ngokweqile kungashunqa noma kuvuthe. 3. Kumboze ukudla ngenkathi upheka. Izembozo zivikela ukuchitheka futhi zilekelela ukuthi ukudla kuphekeke ngokulinganayo. 4. Kuphendule ukudle ngenkathi ukupheka ukuze kuphekeke ngokushesha ukudla okufana nenkukhu kanye namabhega. Ukudla okukhulu okufana nokurostiwayo kumele kuphendulwe noma ikanye. 5. Hlela kabusha ukudla okufana nenyam

  • ISIXHOSA ISIKHOKELO SEZIXHOBO ZASEKHITSHINI 1. Imathiriyeli efanelekileyo yesixhobo semayikhroweyivu sesingenisa ukukhanya kwimayikhroweyivu, ivumela amandla agqithe kwisiqulatho size senze ukutya kube shushu. 2. Imayikhroweyivu ayikwazi ukugqobhoza kwintsimbi, ngoko ke izixhobo zentsimbi okanye izitya ezinomhombiso wentsimbi akumele zisetyenziswe. 3. Musa ukusebenzisa iimve

  • ottimo P70B17L-T8, ISIXHOSA ISIQINISEKISO NCEDA UFAKELE IRISITHI YAKHO/UBUNGQINA BENTENGO APHA. KWIMEKO YEBANGO NGAPHANTSI KWESI SIQINISEKISO IRISITHI/UBUNGQINA BENTENGO OBUKHANKANYWE NGAPHAMBILI MABUVELISWE KUNYE NESI SIQINISEKISO Inombolo yemodeli (Inombolo yelothi: ) Igama lemveliso Umhla wentengo Indawo yentengo 1. Umntu uthengisa imveliso (“umthengisi”) kumthengi wokuqala wale mveliso (“umthengi") apha uqinisekisa ukuba le mveliso iya kuba yeyomgangatho ophezulu kwaye, ikwimeko entle yokusebenza, ayinaziphene kwaye iyifanele injongo eyenzelwe yona ngaphantsi kokusetyenziswa emzini oqhelekileyo, kangangesithuba

  • ottimo P70B17L-T8, 3 ENGLISH 18. Children should be supervised to ensure that they do not play with the appliance. SPECIFICATIONS Power consumption: 220-240 V~50 Hz, 1200 W (Microwave) Rated microwave power output: 700 W Operation frequency: 2450 MHz Outside dimensions: 262 mm (H) × 452 mm (W) × 335 mm (D) Oven interior dimensions: 198 mm (H) × 315 mm (W) × 294 mm (D) Oven capacity: 17 litres Cooking uniformity: Turntable system Net weight: Approx. 10.5 kg INSTALLATION 1. Ensure that all the packaging materials are removed from the

  • ottimo P70B17L-T8, 4 ENGLISH MICROWAVE COOKING PRINCIPLES 1. Arrange food carefully. Place thickest areas towards outside of dish. 2. Watch cooking time. Cook for the shortest amount of time indicated and add more as needed. Food severely overcooked can smoke or ignite. 3. Cover foods while cooking. Covers prevent spattering and help foods to cook evenly. 4. Turn foods over once during microwave cooking to speed cooking of such foods as chicken and hamburgers. Large items like roasts must be turned over at least once. 5. Rearrange foods such as meatballs h

  • ottimo P70B17L-T8, ISIXHOSA INTSHAYELELO AMANYATHELO ANGAPHAMBILI OKUTHINTELA OKUNOKWENZEKA KUDANDALAZISO LWAMANDLA AGQITHISILEYOEMAYIKHROWEYIVU 1. Musa ukuzama ukuyisebenzia le oveni ivuleke ucango kuba ukusebenza kukho ucango oluvulekileyo kungabangela kudandalaziso oluyingozi kumandla emayikhroweyivu. Kubalulekile ukuba ungazoyisi okanye ubhucabhucane neziminxanisi zokhuseleko. 2. Musa ukubeka nayiphi na into phakathi kobuso bangaphambili beoveni kunye nocango okanye uvumele umhlaba intsalela yesicoci sihlale kwimiphezulu yesilingi. 3. Musa ukuyisebenzisa ioveni ukuba yo

  • ISIXHOSA 17. Esi sixhobo asenzelwanga ukusetyenziswa ngabantu (ukuquka abantwana) abanobuchule obuncinci ngenyama ngengqiqo okanye ngengqondo, okanye ukuswela amava nolwazi, ngaphandleni kokuba banikezwe uqeqesho okanye umyalelo ophathelele ekusetyenzisweni kwesixhobo ngumntu onoxanduva lokhuseleko lwabo. 18. Abantwana kumele bakhokelwe ukuqinisekisa ukuba abadla

  • ottimo P70B17L-T8, ISIZULU 17. Lo mkhiqizo awuhloselwe ukuthi usetshenziswe abantu (kubandakanya izingane) abanokukhubazeka okuthile izinzwa noma ukukhubazeka ngokwengqondo, noma ukungabi naso isipiliyoni noma ulwazi, ngaphandle uma begadiwe noma benikwe imiyalelomayelana nokusebenza komkhiqizo bewunikwa umuntu obhekele ezokuphepha. 18. Izingane kumele kube khona oziqaphayo ukuze kuqinisekwe ukuthi azidlali ngento kagesi. UKUCACISWA Ukusetshenziswa kukagesi/kwamandla: 220-240 V~50 Hz, 1200 W (Imakhroweyivu) Ugesi osetshenziswa imakhroweyivu alinganisiwe: 700 W Ukuvama ukuyisebenzisa: 2450 MHz

  • ottimo P70B17L-T8, ISIXHOSA IPHANELI YOLAWULO Iphaneli yolawulo iqulethe iiswitshi ezimbini zemisebenzi: iswitshi yexesha neswitshi yombane. Isikhethi soMbane/seNtshukumo Usebenzisa eli qhosha lokusebenza ukukhetha inqanaba lokupheka lombane. Linyathelo lokuqala lokuqalisa iseshoni yokupheka. Iqhosha lexesha Linikeza iisetingi ezibonakalayo zexesha ngokulula kubhontsi wakho ukukhetha ixesha olinqwenelayo lokupheka ukuya kwimizuzu engama-30 kwiseshoni yokupheka nganye. Ukupheka ngeMayikhroweyivu Kukho amanqanaba ombane amathandathu ekukhethwa kuwo. La aquka oku kulandelayo:

  • ottimo P70B17L-T8, ISIXHOSA IMIYALELO EBALULEKILEYO YOKHUSELEKO Xa usebenzisa isixhobo sombane amanyathelo okhuseleko asisiseko kumele alandelwe, ukuquka oku kulandelayo: ISILUMKISO: Ukunciphisa umngcipheko wokutsha, ukukhatywa ngumbane, umlilo, umonzakalo ebantwini okanye udandalaziso kumandla agqithisileyo emayikhroweyivu: 1. Funda yonke imiyalelo phambi kokusebenzisa isixhobo. 2. Sebenzisa esi sixhobo kuphela ngenjongo esenzelwe sona njengoko kuchaziwe kule manyuwali. Musa ukuzisebenzisa iikhemikali ezidlayo okanye zemiphunga kwesi sixhobo

  • ISIZULU IPHANELI YOKULAWULA Iphaneli yokulawula inamaswishi emisebenzi emibili: okokubeka isikhathi kanye neswishi kagesi/yamandla. Okokukhetha amandla/okwenzayo Usebenzisa leswishi ukukhetha amandla ngaphambi kokuthi uqale ukupheka. Iswishi yokokubeka isikhathi Ngaleswishi ukhetha isikhathi ofuna ukupheka ngaso esingafinyelela emizuzwini engama-30 uma upheka. Uk

  • ISIZULU IWARANTI SICELA UNAMATHISELE ISILIPHU/UBUFAKAZI BOKUTHENGA LAPHA. UMA KWENZEKA UFAKA ISICELO SOKUKHOKHELWA NGAPHANSI KWALEWARANTI, LOKHU OKUSHIWO ISILIPHU/UBUFAKAZI BOKUTHENGA KUMELE UKUVEZE KUHAMBE NAYO LEWARANTI Inombolo yohlobo (Inombolo ye-lot: ) Igama lomkhiqizo Usuku lokuthenga Indawo othenge kuyo 1. Umuntu odayisa umkhiqizo

  • ottimo P70B17L-T8, 5 ENGLISH UTENSIL GUIDE 1. The ideal material for a microwave utensil is a transparent one as it allows energy to pass through the container and heat the food. 2. Microwaves cannot penetrate metal, so metal utensils or dishes with a metallic trim should not be used. 3. Do not use recycled paper products when microwave cooking, as they may contain small metal fragments which may cause sparks and/or fires. 4. Round/oval dishes rather than square/oblong ones are recommend, as food in corners tends to overcook. 5. Narrow strips of aluminum foil may be used to prevent overcooking of exposed areas. But be careful don’t use t

  • ottimo P70B17L-T8, 1 ENGLISH INTRODUCTION PRECAUTIONS FOR AVOIDING POTENTIALLY EXCESSIVE MICROWAVE ENERGY EXPOSURE 1. Do not attempt to operate this oven with the door open since open door operation can result in harmful exposure to microwave energy. It is important not to defeat or tamper with the safety interlocks. 2. Do not place any object between the front of the oven and the door or allow dirt or cleaner residue to accumulate on sealing surfaces. 3. Do not operate the oven if it is damaged. It is crucial that the oven door close properly and

Related Products and Documents (Microwave Oven):

Comparable Devices:

# Manufacturer Model Document Type File Updated Pages Size
1 Etesia H124DN Operation & user’s manual etesia/h124dn-17I.pdf 18 Mar 2023 98
2 ZyXEL Communications Dimension ES-1528 Specifications zyxel-communications/dimension-es-1528-BU1.pdf 23 Sep 2023 4 0.23 Mb
3 Toshiba Strata DK24 Operation & user’s manual toshiba/strata-dk24-3E6.pdf 13 Feb 2024 30
4 Parkinson Cowan Lyric 55G Owner's handbook manual parkinson-cowan/lyric-55g-3QI.pdf 24 Mar 2023 36 0.18 Mb
5 Beko HIZM 64120 S Operation & user’s manual beko/hizm-64120-s-3JO.pdf 16 Apr 2023 64
6 Archos 15sb Vision Quick start manual archos/15sb-vision-IM4.pdf 11 Dec 2023 2 0.97 Mb

Similar Resources:

  • Sharp

    R-340A

    (36 pages)
    R-340ASHARP CORPORATION SERVICE MANUALS7717R340APHRMICROWAVE OVENMODEL R-340AIn interests of user-safety the oven should be restored to itsoriginal condition and only parts identical to those specifiedshould be used.TABLE OF CONTENTSPageCAUTION, MICROWAVE RADIATION ............................................................................................. …
  • Viking

    RDMOR200SS

    (2 pages)
    Features and FunctionsnInstant sensor settings for cooking, reheating foods, and popping popcornnAdd-A-Minute adds one minute of extra cooking time with the touch of a buttonnChild lock safety feature locks the control panel to prevent unwanted operationnBuilt-in exhaust system l300 CFM lUnit shipped assembled to recirculate; may also be …
  • Sharp

    R-209KK

    (40 pages)
    PRECAUTIONS TO BE OBSERVED BEFORE ANDDURING SERVICING TO AVOID POSSIBLE EXPO-SURE TO EXCESSIVE MICROWAVE ENERGYBEFORE SERVICINGCHAPTER 1. WARNING TO SERVICE PERSONNELCHAPTER 2. MICROWAVE MEASUREMENT PRO-CEDURECHAPTER 3. FOREWORD AND WARNINGCHAPTER 4. PRODUCT DESCRIPTIONCHAPTER 5. GENERAL INFORMATIONCHAPTER 6. OPERATIONCHAPTER 7. TROUBLESHOOTING GUIDE CHAPTER …
  • Whirlpool

    8206327

    (12 pages)
    MICROWAVE HOOD COMBINATIONINSTALLATION INSTRUCTIONS MICROWAVE HOOD COMBINATION SAFETYThis product is suitable for use above electric or gas cooking products up to 36" (91.4 cm) wide.These installation instructions cover different models. The appearance of your particular model may differ slightly from the illustration in these installation instructio …
  • Samsung

    MG22M8054A Series

    (320 pages)
    Микровълнова фурнаРъководство за потребителяMG22M8054A*MG22M8054AK_OL_DE68-04445G-01_BG.indd 1 2017-11-29  5:16:25 …
  • Whirlpool

     GMH6185XVB

    (1 pages)
    WHIRLPOOL CORPORATION MAJOR APPLIANCE WARRANTYLIMITED WARRANTYFor one year from the date of purchase, when this major appliance is operated and maintained according to instructions attached to or furnished with the product, Whirlpool Corporation or Whirlpool Canada LP (hereafter “Whirlpool”) will pay for Factory Specified Parts and repair labor to correc …

Comments, Questions and Opinions: